Duteronomi 21:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ifanele imgqale njengezibulo unyana wothiyiweyo ngokuthi imnike izahlulo ezibini zento yonke efumaniseke inayo,+ ngokuba yena uyingqalo yamandla ayo okuvelisa inzala.+ Ilungelo lobuzibulo lelakhe.+ Malaki 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ndinithandile,”+ utsho uYehova. Nina nithe: “Usithande ngayiphi na indlela?”+ “UEsawu wayengengomntakwabo Yakobi na?”+ utsho uYehova. “Kodwa ndathanda uYakobi,+ Galati 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngenxa yoko abo babambelela elukholweni basikelelwa+ kunye noAbraham+ okholiweyo.
17 Ifanele imgqale njengezibulo unyana wothiyiweyo ngokuthi imnike izahlulo ezibini zento yonke efumaniseke inayo,+ ngokuba yena uyingqalo yamandla ayo okuvelisa inzala.+ Ilungelo lobuzibulo lelakhe.+
2 “Ndinithandile,”+ utsho uYehova. Nina nithe: “Usithande ngayiphi na indlela?”+ “UEsawu wayengengomntakwabo Yakobi na?”+ utsho uYehova. “Kodwa ndathanda uYakobi,+