Genesis 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko ke uSarayi wathi kuAbram: “Khawuncede kaloku! UYehova undivalile ukuba ndingazali bantwana.+ Nceda ke, ube neentlobano zokwazana nesicakakazi sam. Mhlawumbi ndingafumana abantwana kuso.”+ Ngoko uAbram waliphulaphula ilizwi likaSarayi.+ Genesis 50:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 UYosefu wabona oonyana bakaEfrayim besizukulwana sesithathu,+ kwanoonyana bakaMakire,+ unyana kaManase. Bazalelwa emadolweni kaYosefu.+ Rute 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Aza amanenekazi angabamelwane+ amnika igama, esithi: “UNahomi uzalelwe unyana.” Yaye ambiza ngokuba nguObhedi igama lakhe.+ Nguyise kaYese,+ uyise kaDavide.
2 Ngoko ke uSarayi wathi kuAbram: “Khawuncede kaloku! UYehova undivalile ukuba ndingazali bantwana.+ Nceda ke, ube neentlobano zokwazana nesicakakazi sam. Mhlawumbi ndingafumana abantwana kuso.”+ Ngoko uAbram waliphulaphula ilizwi likaSarayi.+
23 UYosefu wabona oonyana bakaEfrayim besizukulwana sesithathu,+ kwanoonyana bakaMakire,+ unyana kaManase. Bazalelwa emadolweni kaYosefu.+
17 Aza amanenekazi angabamelwane+ amnika igama, esithi: “UNahomi uzalelwe unyana.” Yaye ambiza ngokuba nguObhedi igama lakhe.+ Nguyise kaYese,+ uyise kaDavide.