Mateyu 24:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kuba njengokuba babenjalo ngaloo mihla yangaphambi komkhukula, besidla, besela, amadoda etshata namabhinqa etshatiswa, de kwaba yimini awangena ngayo uNowa+ emkhombeni;+ 2 Petros 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 engazange ayeke nokohlwaya ihlabathi lamandulo,+ kodwa wagcina uNowa, umshumayeli wobulungisa+ ekhuselekile kunye nabanye abasixhenxe+ xa wazisa unogumbe+ phezu kwehlabathi labantu abangenabuthixo;
38 Kuba njengokuba babenjalo ngaloo mihla yangaphambi komkhukula, besidla, besela, amadoda etshata namabhinqa etshatiswa, de kwaba yimini awangena ngayo uNowa+ emkhombeni;+
5 engazange ayeke nokohlwaya ihlabathi lamandulo,+ kodwa wagcina uNowa, umshumayeli wobulungisa+ ekhuselekile kunye nabanye abasixhenxe+ xa wazisa unogumbe+ phezu kwehlabathi labantu abangenabuthixo;