16 ngenxa yokuba zadalwa ngaye+ zonke ezinye izinto emazulwini nasemhlabeni, izinto ezibonakalayo nezinto ezingabonakaliyo, kungakhathaliseki enoba ziitrone okanye ubukhosi okanye oorhulumente okanye amagunya.+ Zonke ezinye izinto zidalwe ngaye+ yaye zidalelwe yena.