Genesis 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko ke uSarayi wathi kuAbram: “Khawuncede kaloku! UYehova undivalile ukuba ndingazali bantwana.+ Nceda ke, ube neentlobano zokwazana nesicakakazi sam. Mhlawumbi ndingafumana abantwana kuso.”+ Ngoko uAbram waliphulaphula ilizwi likaSarayi.+ Genesis 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwaye uAbraham noSara babebadala, ihambile kubo iminyaka.+ USara wayesele eyekile ukuba sexesheni.+ Roma 4:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye, nangona engazange abe buthathaka elukholweni, wawuqwalasela umzimba wakhe, owawusele ufile,+ njengoko wayemalunga neminyaka elikhulu ubudala,+ nesibeleko sikaSara esasifile.+ Hebhere 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngokholo noSara+ ngokwakhe wafumana amandla okukhawula imbewu, nakuba wayesele edlule kumda wobudala,+ ekubeni wambalela ekuthini uthembekile lowo wayethembisile.+
2 Ngoko ke uSarayi wathi kuAbram: “Khawuncede kaloku! UYehova undivalile ukuba ndingazali bantwana.+ Nceda ke, ube neentlobano zokwazana nesicakakazi sam. Mhlawumbi ndingafumana abantwana kuso.”+ Ngoko uAbram waliphulaphula ilizwi likaSarayi.+
11 Kwaye uAbraham noSara babebadala, ihambile kubo iminyaka.+ USara wayesele eyekile ukuba sexesheni.+
19 Yaye, nangona engazange abe buthathaka elukholweni, wawuqwalasela umzimba wakhe, owawusele ufile,+ njengoko wayemalunga neminyaka elikhulu ubudala,+ nesibeleko sikaSara esasifile.+
11 Ngokholo noSara+ ngokwakhe wafumana amandla okukhawula imbewu, nakuba wayesele edlule kumda wobudala,+ ekubeni wambalela ekuthini uthembekile lowo wayethembisile.+