Genesis 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko ilizwe elo lalingabanelanga ukuba bahlale kunye kulo, kuba impahla yabo yayininzi yaye babengenakukwazi ukuhlala ndawonye.+ INtshumayeli 5:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wonke umntu uTHIXO oyinyaniso amnike ubutyebi nezinto eziphathekayo,+ umnike igunya lokuba adle kuzo+ aze athabathe isabelo sakhe, avuye ngokusebenza kwakhe nzima.+ Esi sisipho sikaThixo.+
6 Ngoko ilizwe elo lalingabanelanga ukuba bahlale kunye kulo, kuba impahla yabo yayininzi yaye babengenakukwazi ukuhlala ndawonye.+
19 Wonke umntu uTHIXO oyinyaniso amnike ubutyebi nezinto eziphathekayo,+ umnike igunya lokuba adle kuzo+ aze athabathe isabelo sakhe, avuye ngokusebenza kwakhe nzima.+ Esi sisipho sikaThixo.+