INtshumayeli 10:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ukuba umoya womlawuli uyanyuka nxamnye nawe, musa ukuyishiya indawo yakho,+ ngokuba ukuzola kuthintela izono ezinzulu.+ Efese 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Nina makhoboka, bathobeleni abo baziinkosi zenu ngengqiqo yokwenyama,+ ngoloyiko nokungcangcazela+ kokunyaniseka kweentliziyo zenu, njengakuye uKRISTU, Tito 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Amakhoboka+ makabathobele abanini bawo ezintweni zonke,+ yaye abakholise kakuhle, angaphendulani nabo,+
4 Ukuba umoya womlawuli uyanyuka nxamnye nawe, musa ukuyishiya indawo yakho,+ ngokuba ukuzola kuthintela izono ezinzulu.+
5 Nina makhoboka, bathobeleni abo baziinkosi zenu ngengqiqo yokwenyama,+ ngoloyiko nokungcangcazela+ kokunyaniseka kweentliziyo zenu, njengakuye uKRISTU,
9 Amakhoboka+ makabathobele abanini bawo ezintweni zonke,+ yaye abakholise kakuhle, angaphendulani nabo,+