Eksodus 28:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Uze umenzele izambatho ezingcwele uAron umntakwenu, ukuze abe nozuko nomfaneleko.+ Eksodus 28:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Uze ulwenze ubengo lwesigwebo+ ngokwengcibi yokuluka. Ulwenze njengokwenziwa kwe-efodi. Ulwenze ngegolide, nangemisonto eluhlaza nangoboya obudaywe bamfusa bubomvu nangomchako omfusa nangelinen ecikizekileyo ephothiweyo.+ Eksodus 39:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ngemisonto eluhlaza nangoboya obudaywe bamfusa bubomvu nangomchako omfusa+ benza izambatho+ ezinithiweyo zokulungiselela endaweni engcwele.+ Bazenza ke izambatho ezingcwele+ zika-Aron, kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses. Eksodus 39:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Benzela uAron noonyana bakhe imiwunduzo yelinen ecikizekileyo,+ bayiluka, Levitikus 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Emva koko wamnxibisa umwunduzo,+ wambhinqisa umbhinqo,+ wamambesa nesambatho esingenamikhono,+ wamnxibisa iefodi+ waza wambhinqisa umbhinqo+ we-efodi, wayibopha ntshi ngawo.
15 “Uze ulwenze ubengo lwesigwebo+ ngokwengcibi yokuluka. Ulwenze njengokwenziwa kwe-efodi. Ulwenze ngegolide, nangemisonto eluhlaza nangoboya obudaywe bamfusa bubomvu nangomchako omfusa nangelinen ecikizekileyo ephothiweyo.+
39 Ngemisonto eluhlaza nangoboya obudaywe bamfusa bubomvu nangomchako omfusa+ benza izambatho+ ezinithiweyo zokulungiselela endaweni engcwele.+ Bazenza ke izambatho ezingcwele+ zika-Aron, kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.
7 Emva koko wamnxibisa umwunduzo,+ wambhinqisa umbhinqo,+ wamambesa nesambatho esingenamikhono,+ wamnxibisa iefodi+ waza wambhinqisa umbhinqo+ we-efodi, wayibopha ntshi ngawo.