Eksodus 38:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kananjalo, nakwicala langasentla aba ziikubhite ezilikhulu. Iintsika zawo ezingamashumi amabini neziseko zazo ezingamashumi amabini zaba zezobhedu. Izikhonkwane zeentsika nezidibanisi zazo zaba zezesilivere.+
11 Kananjalo, nakwicala langasentla aba ziikubhite ezilikhulu. Iintsika zawo ezingamashumi amabini neziseko zazo ezingamashumi amabini zaba zezobhedu. Izikhonkwane zeentsika nezidibanisi zazo zaba zezesilivere.+