Eksodus 8:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yaye ngaloo mini ndiya kuthi ngokuqinisekileyo ndilenze lahluke ilizwe laseGoshen abemi kulo abantu bam, ngokuthi kungabikho zibawu khona;+ ukuze nazi ukuba ndinguYehova phakathi komhlaba.+ Eksodus 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye ngokuqinisekileyo uYehova uya kwenza umahluko phakathi kwemfuyo yakwaSirayeli nemfuyo yaseYiputa, kungafi nanye kuleyo yoonyana bakaSirayeli.”’”+ Eksodus 10:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ababonana, akwasuka bani endaweni yakhe iintsuku ezintathu; kodwa kubo bonke oonyana bakaSirayeli kwabakho ukukhanya apho babehlala khona.+ Eksodus 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Igazi elo loba ngumqondiso wenu ezindlwini enikuzo; ndothi ndakulibona igazi ndidlule kuni,+ ningafikelwa nina sisibetho esonakalisayo xa ndixabela ezweni laseYiputa. INdumiso 91:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuya kuwa iwaka ecaleni kwakhoNeshumi lamawaka ngasesandleni sakho sokunene;Kuwe akuyi kusondela nto.+ Malaki 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngokuqinisekileyo nina niya kuwubona kwakhona umahluko phakathi kwelungisa nongendawo,+ phakathi kwalowo ukhonza uThixo nalowo ungamkhonzanga.”+
22 Yaye ngaloo mini ndiya kuthi ngokuqinisekileyo ndilenze lahluke ilizwe laseGoshen abemi kulo abantu bam, ngokuthi kungabikho zibawu khona;+ ukuze nazi ukuba ndinguYehova phakathi komhlaba.+
4 Yaye ngokuqinisekileyo uYehova uya kwenza umahluko phakathi kwemfuyo yakwaSirayeli nemfuyo yaseYiputa, kungafi nanye kuleyo yoonyana bakaSirayeli.”’”+
23 Ababonana, akwasuka bani endaweni yakhe iintsuku ezintathu; kodwa kubo bonke oonyana bakaSirayeli kwabakho ukukhanya apho babehlala khona.+
13 Igazi elo loba ngumqondiso wenu ezindlwini enikuzo; ndothi ndakulibona igazi ndidlule kuni,+ ningafikelwa nina sisibetho esonakalisayo xa ndixabela ezweni laseYiputa.
7 Kuya kuwa iwaka ecaleni kwakhoNeshumi lamawaka ngasesandleni sakho sokunene;Kuwe akuyi kusondela nto.+
18 Ngokuqinisekileyo nina niya kuwubona kwakhona umahluko phakathi kwelungisa nongendawo,+ phakathi kwalowo ukhonza uThixo nalowo ungamkhonzanga.”+