Genesis 22:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wathi uAbraham: “UThixo uya kusilungiselela ngokwakhe imvu yomnikelo otshiswayo,+ nyana wam.” Baza bahamba bobabini. Yohane 1:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngemini elandelayo wabona uYesu esiza ngakuye, waza wathi: “Yabonani, iMvana+ kaThixo esusa isono+ sehlabathi!+ 1 Korinte 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Lisuseni igwele elidala, ukuze nibe yintlama entsha,+ kanye njengoko nikhululekile egweleni. Kuba, eneneni, uKristu+ ipasika+ yethu ubingelelwe.+ ISityhilelo 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndabona phakathi kwetrone+ nezidalwa eziphilayo ezine naphakathi kwabadala+ kumi imvana+ eyayingathi ixheliwe,+ ineempondo ezisixhenxe namehlo asixhenxe, mehlo lawo athetha oomoya+ abasixhenxe bakaThixo abo baye bathunyelwa emhlabeni uphela. ISityhilelo 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Sasidanduluka ngelizwi elikhulu, sisithi: “Usindiso silufumene kuThixo+ wethu, ohleli etroneni,+ nakuyo iMvana.”+
8 Wathi uAbraham: “UThixo uya kusilungiselela ngokwakhe imvu yomnikelo otshiswayo,+ nyana wam.” Baza bahamba bobabini.
29 Ngemini elandelayo wabona uYesu esiza ngakuye, waza wathi: “Yabonani, iMvana+ kaThixo esusa isono+ sehlabathi!+
7 Lisuseni igwele elidala, ukuze nibe yintlama entsha,+ kanye njengoko nikhululekile egweleni. Kuba, eneneni, uKristu+ ipasika+ yethu ubingelelwe.+
6 Ndabona phakathi kwetrone+ nezidalwa eziphilayo ezine naphakathi kwabadala+ kumi imvana+ eyayingathi ixheliwe,+ ineempondo ezisixhenxe namehlo asixhenxe, mehlo lawo athetha oomoya+ abasixhenxe bakaThixo abo baye bathunyelwa emhlabeni uphela.
10 Sasidanduluka ngelizwi elikhulu, sisithi: “Usindiso silufumene kuThixo+ wethu, ohleli etroneni,+ nakuyo iMvana.”+