Eksodus 11:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 kwaye onke amazibulo+ ezweni laseYiputa amele afe, ukususela kwizibulo likaFaro ohleli etroneni yakhe kuse kwizibulo lesicakakazi esiselityeni lokuguba nezibulo ngalinye lesilo.+ Eksodus 12:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kwathi ke ezinzulwini zobusuku uYehova waxabela onke amazibulo ezweni laseYiputa,+ kususela kwizibulo likaFaro ohleli etroneni yakhe kwasa kwizibulo lomthinjwa osemngxunyeni wentolongo, nezibulo ngalinye lesilo.+
5 kwaye onke amazibulo+ ezweni laseYiputa amele afe, ukususela kwizibulo likaFaro ohleli etroneni yakhe kuse kwizibulo lesicakakazi esiselityeni lokuguba nezibulo ngalinye lesilo.+
29 Kwathi ke ezinzulwini zobusuku uYehova waxabela onke amazibulo ezweni laseYiputa,+ kususela kwizibulo likaFaro ohleli etroneni yakhe kwasa kwizibulo lomthinjwa osemngxunyeni wentolongo, nezibulo ngalinye lesilo.+