Eksodus 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa, enyanisweni, ndikuyekile nje,+ kungenxa yokuze ndikubonise amandla am nokuze livakaliswe igama lam emhlabeni wonke.+ Eksodus 15:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngubani na onjengawe phakathi koothixo, Yehova?+Ngubani na onjengawe, wena uvethe amandla obungcwele?+Wena ungowokoyikwa+ ngeengoma zokudumisa,+ Wena wenza izinto ezimangalisayo.+ Eksodus 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoku ndiyazi ukuba uYehova mkhulu kunabo bonke abanye oothixo,+ njengoko kubonakele kuwo kanye lo mcimbi abaye babakhukhumalela ngawo.” Yoshuwa 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba siyivile indlela uYehova awawomisa ngayo amanzi oLwandle Olubomvu phambi kwenu ekuphumeni kwenu eYiputa,+ noko nakwenzayo kookumkani ababini bama-Amori ababengaphesheya kweYordan, uSihon+ no-Ogi,+ enabatshabalalisayo.+ Nehemiya 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wahlukanisa+ ulwandle phambi kwabo, kangangokuba bawela phakathi elwandle kumhlaba owomileyo;+ yaye abo babebasukela wabaphosa enzulwini+ njengelitye+ emanzini anamandla.+ Isaya 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Amehlo anekratshi omntu wasemhlabeni amele athotywe, nokuphakama kwabantu kumele kuthotywe;+ yaye nguYehova yedwa omele abekwe phezulu ngaloo mini.+ Roma 9:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba iSibhalo sithi kuFaro: “Ndikuyekile ukuba uhlale, ukuze ndiwabonakalise ngawe amandla am, nokuze igama lam livakaliswe kuwo wonke umhlaba.”+
16 Kodwa, enyanisweni, ndikuyekile nje,+ kungenxa yokuze ndikubonise amandla am nokuze livakaliswe igama lam emhlabeni wonke.+
11 Ngubani na onjengawe phakathi koothixo, Yehova?+Ngubani na onjengawe, wena uvethe amandla obungcwele?+Wena ungowokoyikwa+ ngeengoma zokudumisa,+ Wena wenza izinto ezimangalisayo.+
11 Ngoku ndiyazi ukuba uYehova mkhulu kunabo bonke abanye oothixo,+ njengoko kubonakele kuwo kanye lo mcimbi abaye babakhukhumalela ngawo.”
10 Kuba siyivile indlela uYehova awawomisa ngayo amanzi oLwandle Olubomvu phambi kwenu ekuphumeni kwenu eYiputa,+ noko nakwenzayo kookumkani ababini bama-Amori ababengaphesheya kweYordan, uSihon+ no-Ogi,+ enabatshabalalisayo.+
11 Wahlukanisa+ ulwandle phambi kwabo, kangangokuba bawela phakathi elwandle kumhlaba owomileyo;+ yaye abo babebasukela wabaphosa enzulwini+ njengelitye+ emanzini anamandla.+
11 Amehlo anekratshi omntu wasemhlabeni amele athotywe, nokuphakama kwabantu kumele kuthotywe;+ yaye nguYehova yedwa omele abekwe phezulu ngaloo mini.+
17 Kuba iSibhalo sithi kuFaro: “Ndikuyekile ukuba uhlale, ukuze ndiwabonakalise ngawe amandla am, nokuze igama lam livakaliswe kuwo wonke umhlaba.”+