Genesis 48:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ingelosi endihlanguleyo kuyo yonke intlekele,+ ngamana ingawasikelela la makhwenkwe.+Igama lam malibizwe phezu kwawo negama loobawo, uAbraham noIsake,+Mawande abe maninzi emhlabeni.”+ Eksodus 32:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ke ngoko, hamba, ubakhokelele abantu kuloo ndawo ndathethayo ngayo kuwe. Yabona! Ingelosi yam iya kuhamba phambi kwakho,+ yaye ngemini yokohlwaya kwam ngokuqinisekileyo ndiya kubohlwaya ngenxa yesono sabo.”+ Numeri 20:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ekugqibeleni sadanduluka kuYehova,+ waliva ilizwi lethu, wathumela ingelosi+ yasikhupha eYiputa; naku ke ngoku silapha eKadeshe, isixeko esisekupheleni kommandla wakho. Yuda 9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa xa uMikayeli+ isiphatha-zingelosi+ wayeneyantlukwano+ noMtyholi yaye ephikisana naye ngomzimba kaMoses,+ akazange abe nobuganga bokuzisa umgwebo nxamnye naye ngamazwi okutshabhisa,+ kodwa wathi: “Ngamana uYehova angakukhalimela.”+
16 Ingelosi endihlanguleyo kuyo yonke intlekele,+ ngamana ingawasikelela la makhwenkwe.+Igama lam malibizwe phezu kwawo negama loobawo, uAbraham noIsake,+Mawande abe maninzi emhlabeni.”+
34 Ke ngoko, hamba, ubakhokelele abantu kuloo ndawo ndathethayo ngayo kuwe. Yabona! Ingelosi yam iya kuhamba phambi kwakho,+ yaye ngemini yokohlwaya kwam ngokuqinisekileyo ndiya kubohlwaya ngenxa yesono sabo.”+
16 Ekugqibeleni sadanduluka kuYehova,+ waliva ilizwi lethu, wathumela ingelosi+ yasikhupha eYiputa; naku ke ngoku silapha eKadeshe, isixeko esisekupheleni kommandla wakho.
9 Kodwa xa uMikayeli+ isiphatha-zingelosi+ wayeneyantlukwano+ noMtyholi yaye ephikisana naye ngomzimba kaMoses,+ akazange abe nobuganga bokuzisa umgwebo nxamnye naye ngamazwi okutshabhisa,+ kodwa wathi: “Ngamana uYehova angakukhalimela.”+