Eksodus 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa, enyanisweni, ndikuyekile nje,+ kungenxa yokuze ndikubonise amandla am nokuze livakaliswe igama lam emhlabeni wonke.+ Eksodus 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoku ndiyazi ukuba uYehova mkhulu kunabo bonke abanye oothixo,+ njengoko kubonakele kuwo kanye lo mcimbi abaye babakhukhumalela ngawo.” INdumiso 106:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko bakholwa lilizwi lakhe;+Bayivuma indumiso yakhe.+
16 Kodwa, enyanisweni, ndikuyekile nje,+ kungenxa yokuze ndikubonise amandla am nokuze livakaliswe igama lam emhlabeni wonke.+
11 Ngoku ndiyazi ukuba uYehova mkhulu kunabo bonke abanye oothixo,+ njengoko kubonakele kuwo kanye lo mcimbi abaye babakhukhumalela ngawo.”