Yoshuwa 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye zonke izixeko zabo kumkani nabo bonke ookumkani bazo uYoshuwa wabathimba waza wabaxabela ngohlangothi lwekrele.+ Wabatshabalalisa,+ kanye njengoko uMoses umkhonzi kaYehova wayeyalele.+
12 Yaye zonke izixeko zabo kumkani nabo bonke ookumkani bazo uYoshuwa wabathimba waza wabaxabela ngohlangothi lwekrele.+ Wabatshabalalisa,+ kanye njengoko uMoses umkhonzi kaYehova wayeyalele.+