Levitikus 21:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Angasidla isonka sikaThixo wakhe esivela kwizinto ezizezona zingcwele+ nakwizinto ezingcwele.+ Levitikus 22:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Makungabikho namnye owasemzini odla into engcwele.+ Umfiki ohlala kunye nombingeleli nongumqeshwa makangayidli into engcwele. 1 Samuweli 21:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Umbingeleli wamnika oko kungcwele,+ ngenxa yokuba kwakungekho sonka apho ngaphandle kwesonka sokuboniswa esasishenxisiwe phambi koYehova+ khon’ ukuze kubekwe apho isonka esisandul’ ukubhakwa ngaloo mini yokuthatyathwa kwaso. Mateyu 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Indlela awangena ngayo endlwini kaThixo baza badla izonka ezingumboniso,+ nto leyo ekwakungekho mthethweni+ ngaye ukuyidla, okanye ngabo wayenabo, ngaphandle kwababingeleli kuphela?+ Luka 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Indlela awangena ngayo endlwini kaThixo kwaye wafumana izonka ezingumboniso+ waza watya yaye zimbi wazinika abantu ababekunye naye, ekungekho mthethweni ngaye nabani na ukuzitya ngaphandle kwababingeleli kuphela?”+
10 “‘Makungabikho namnye owasemzini odla into engcwele.+ Umfiki ohlala kunye nombingeleli nongumqeshwa makangayidli into engcwele.
6 Umbingeleli wamnika oko kungcwele,+ ngenxa yokuba kwakungekho sonka apho ngaphandle kwesonka sokuboniswa esasishenxisiwe phambi koYehova+ khon’ ukuze kubekwe apho isonka esisandul’ ukubhakwa ngaloo mini yokuthatyathwa kwaso.
4 Indlela awangena ngayo endlwini kaThixo baza badla izonka ezingumboniso,+ nto leyo ekwakungekho mthethweni+ ngaye ukuyidla, okanye ngabo wayenabo, ngaphandle kwababingeleli kuphela?+
4 Indlela awangena ngayo endlwini kaThixo kwaye wafumana izonka ezingumboniso+ waza watya yaye zimbi wazinika abantu ababekunye naye, ekungekho mthethweni ngaye nabani na ukuzitya ngaphandle kwababingeleli kuphela?”+