1 Samuweli 2:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ukanti ukho umntu wakwakho endingayi kumnqumla angabikho esibingelelweni sam ukuze abangele ukufiphala kwamehlo akho nokwenza ethe amandla omphefumlo wakho; kodwa abaninzi ngakumbi bendlu yakho baya kufa bonke ngekrele lamadoda.+
33 Ukanti ukho umntu wakwakho endingayi kumnqumla angabikho esibingelelweni sam ukuze abangele ukufiphala kwamehlo akho nokwenza ethe amandla omphefumlo wakho; kodwa abaninzi ngakumbi bendlu yakho baya kufa bonke ngekrele lamadoda.+