Levitikus 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “‘Noko ke, ukuba umnikelo wakhe otshiswayo kuYehova uwuthabatha ezintakeni, ngoko umele awusondeze umnikelo wakhe ewuthabatha kumahobe asendle+ okanye kumantshontsho amavukuthu.+ Levitikus 15:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngomhla wesibhozo wozithabathela amahobe asendle+ abe mabini okanye amantshontsho amavukuthu abe mabini, eze phambi koYehova emnyango wentente yokuhlangana, aze awanike umbingeleli.
14 “‘Noko ke, ukuba umnikelo wakhe otshiswayo kuYehova uwuthabatha ezintakeni, ngoko umele awusondeze umnikelo wakhe ewuthabatha kumahobe asendle+ okanye kumantshontsho amavukuthu.+
14 Ngomhla wesibhozo wozithabathela amahobe asendle+ abe mabini okanye amantshontsho amavukuthu abe mabini, eze phambi koYehova emnyango wentente yokuhlangana, aze awanike umbingeleli.