Levitikus 22:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Inkunzi yenkomo okanye igusha enelungu elide gqitha okanye elifutshane gqitha,+ ungenza ngayo umnikelo wokuzithandela; kodwa awuyi kwamkelwa ngenkoliseko ukuba ngowesibhambathiso. Duteronomi 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noyisa khona iminikelo+ yenu etshiswayo nemibingelelo yenu nezishumi+ zenu nomnikelo wesandla+ senu neminikelo yesibhambathiso senu+ neminikelo yenu yokuzithandela+ namazibulo omhlambi wenu weenkomo nawomhlambi wenu weegusha.+
23 Inkunzi yenkomo okanye igusha enelungu elide gqitha okanye elifutshane gqitha,+ ungenza ngayo umnikelo wokuzithandela; kodwa awuyi kwamkelwa ngenkoliseko ukuba ngowesibhambathiso.
6 Noyisa khona iminikelo+ yenu etshiswayo nemibingelelo yenu nezishumi+ zenu nomnikelo wesandla+ senu neminikelo yesibhambathiso senu+ neminikelo yenu yokuzithandela+ namazibulo omhlambi wenu weenkomo nawomhlambi wenu weegusha.+