Eksodus 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Imvu yenu mayibe liduna eliphilileyo,+ elinonyaka ubudala.+ Ningathabatha kumatakane eegusha aziinkunzi okanye ezibhokhweni. Levitikus 22:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Nantoni na enesiphene nize ningayisondezi,+ ngokuba ayisayi kunizisela inkoliseko. Duteronomi 15:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukuba kwenzekile laba nesiphene, laqhwalela, laba yimfama, okanye laba naso nasiphi na isiphene esibi, uze ungabingeleli ngalo kuYehova uThixo wakho.+ Malaki 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Yaye uqalekisiwe lowo wenza ngobuqhokolo xa kukho iduna emhlambini wakhe, esenza isibhambathiso aze abingelele ngento eyonakeleyo kuYehova.+ Kuba ndinguKumkani omkhulu,”+ utsho uYehova wemikhosi, “negama lam liyoyikeka phakathi kweentlanga.”+ Hebhere 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 liya kuba nako ngakumbi kangakanani na ke lona igazi+ likaKristu, owathi ngomoya ongunaphakade wazinikela+ kuThixo engenasiphako, ukuhlambulula+ izazela zethu kwimisebenzi efileyo+ ukuze sinikele inkonzo engcwele+ kuThixo ophilayo? 1 Petros 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa kwakungegazi elixabisekileyo,+ njengelo lemvana engenasiphako nengenabala,+ elikaKristu kanye.+
5 Imvu yenu mayibe liduna eliphilileyo,+ elinonyaka ubudala.+ Ningathabatha kumatakane eegusha aziinkunzi okanye ezibhokhweni.
21 Ukuba kwenzekile laba nesiphene, laqhwalela, laba yimfama, okanye laba naso nasiphi na isiphene esibi, uze ungabingeleli ngalo kuYehova uThixo wakho.+
14 “Yaye uqalekisiwe lowo wenza ngobuqhokolo xa kukho iduna emhlambini wakhe, esenza isibhambathiso aze abingelele ngento eyonakeleyo kuYehova.+ Kuba ndinguKumkani omkhulu,”+ utsho uYehova wemikhosi, “negama lam liyoyikeka phakathi kweentlanga.”+
14 liya kuba nako ngakumbi kangakanani na ke lona igazi+ likaKristu, owathi ngomoya ongunaphakade wazinikela+ kuThixo engenasiphako, ukuhlambulula+ izazela zethu kwimisebenzi efileyo+ ukuze sinikele inkonzo engcwele+ kuThixo ophilayo?
19 Kodwa kwakungegazi elixabisekileyo,+ njengelo lemvana engenasiphako nengenabala,+ elikaKristu kanye.+