Levitikus 16:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Wothabatha kwindibano yoonyana bakaSirayeli+ amatakane ebhokhwe aziinkunzi abe mabini, abe ngawomnikelo wesono,+ nenkunzi yegusha enye, ibe ngumnikelo otshiswayo.+ Ezra 10:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa bathembisa ngokuxhawula ngezandla ukuba baza kubalahla abafazi babo, nokuthi, njengoko babenetyala,+ kwakufanele kubekho inkunzi yegusha+ yomhlambi ngenxa yetyala labo.
5 “Wothabatha kwindibano yoonyana bakaSirayeli+ amatakane ebhokhwe aziinkunzi abe mabini, abe ngawomnikelo wesono,+ nenkunzi yegusha enye, ibe ngumnikelo otshiswayo.+
19 Kodwa bathembisa ngokuxhawula ngezandla ukuba baza kubalahla abafazi babo, nokuthi, njengoko babenetyala,+ kwakufanele kubekho inkunzi yegusha+ yomhlambi ngenxa yetyala labo.