Eksodus 40:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wasibeka isibingelelo+ somnikelo otshiswayo emnyangweni womnquba wentente yokuhlangana, ukuze anikele kuso umnikelo otshiswayo+ nomnikelo wokudla, kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses. Levitikus 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Umlilo+ wohlala uvutha rhoqo esibingelelweni. Awumele ucime. Numeri 16:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Emva koko wathi uMoses kuAron: “Thabatha ugcedevu, ufake umlilo kulo ovela esibingelelweni+ uze ubeke isiqhumiso, ukhawuleze uye kuyo indibano ubacamagushele,+ kuba oku kumcaphukisile uYehova.+ Siqalile isibetho!”
29 Wasibeka isibingelelo+ somnikelo otshiswayo emnyangweni womnquba wentente yokuhlangana, ukuze anikele kuso umnikelo otshiswayo+ nomnikelo wokudla, kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.
46 Emva koko wathi uMoses kuAron: “Thabatha ugcedevu, ufake umlilo kulo ovela esibingelelweni+ uze ubeke isiqhumiso, ukhawuleze uye kuyo indibano ubacamagushele,+ kuba oku kumcaphukisile uYehova.+ Siqalile isibetho!”