Duteronomi 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 kodwa endaweni leyo aya kuyinyula uYehova uThixo wenu ezizweni zenu zonke ukuba alimise khona igama lakhe, ukuba lihlale khona, kulapho niya kumfuna khona, niye khona.+ Duteronomi 12:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Zona uze uzidlele phambi koYehova uThixo wakho, endaweni leyo aya kuyinyula+ uYehova uThixo wakho, wena ke nonyana wakho nentombi yakho nekhoboka lakho nekhobokazana lakho nomLevi osemasangweni akho; ube nemihlali+ phambi koYehova uThixo wakho ngako konke okwenzileyo.
5 kodwa endaweni leyo aya kuyinyula uYehova uThixo wenu ezizweni zenu zonke ukuba alimise khona igama lakhe, ukuba lihlale khona, kulapho niya kumfuna khona, niye khona.+
18 Zona uze uzidlele phambi koYehova uThixo wakho, endaweni leyo aya kuyinyula+ uYehova uThixo wakho, wena ke nonyana wakho nentombi yakho nekhoboka lakho nekhobokazana lakho nomLevi osemasangweni akho; ube nemihlali+ phambi koYehova uThixo wakho ngako konke okwenzileyo.