Numeri 22:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kodwa yathi ingelosi kaYehova kuBhileham: “Hamba namadoda lawo;+ ke ilizwi endiya kulithetha kuwe uze uthethe lona lodwa.”+ Waqhubeka ke uBhileham ehamba neenkosana zikaBhalaki. Numeri 23:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Waphendula yena wathi: “Oko akubekileyo uYehova emlonyeni wam mandingakunyamekeli na ndikuthethe?”+ Numeri 24:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 ‘Nokuba uBhalaki angandinika indlu yakhe izele yisilivere negolide, andinako ukuwugqitha umyalelo kaYehova, ndenze okulungileyo nokuba kokubi okuphuma entliziyweni yam. Oko akuthethayo uYehova, ndiya kuthetha kona’?+
35 Kodwa yathi ingelosi kaYehova kuBhileham: “Hamba namadoda lawo;+ ke ilizwi endiya kulithetha kuwe uze uthethe lona lodwa.”+ Waqhubeka ke uBhileham ehamba neenkosana zikaBhalaki.
12 Waphendula yena wathi: “Oko akubekileyo uYehova emlonyeni wam mandingakunyamekeli na ndikuthethe?”+
13 ‘Nokuba uBhalaki angandinika indlu yakhe izele yisilivere negolide, andinako ukuwugqitha umyalelo kaYehova, ndenze okulungileyo nokuba kokubi okuphuma entliziyweni yam. Oko akuthethayo uYehova, ndiya kuthetha kona’?+