Genesis 38:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa uEre, izibulo likaYuda, wangqineka embi emehlweni kaYehova;+ ngoko ke uYehova wambulala.+ Genesis 38:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa uOnan wayesazi ukuba loo nzala yayingazukuba yeyakhe;+ wathi ke akuba neentlobano zokwazana nomfazi womntakwabo, wawachithela emhlabeni amadlozi akhe ukuze angamniki nzala umntakwabo.+ Genesis 38:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaba kubi emehlweni kaYehova oko wakwenzayo;+ ngoko ke wambulala naye.+
9 Kodwa uOnan wayesazi ukuba loo nzala yayingazukuba yeyakhe;+ wathi ke akuba neentlobano zokwazana nomfazi womntakwabo, wawachithela emhlabeni amadlozi akhe ukuze angamniki nzala umntakwabo.+