Numeri 14:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ke nina, aniyi kungena ezweni endaliphakamisela isandla sam+ ndifunga ukuba ndinihlalise kulo, ngaphandle kukaKalebhi unyana kaYefune noYoshuwa unyana kaNun.+ Numeri 26:65 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 65 Ngokuba uYehova wayethe ngabo: “Ngokuqinisekileyo baya kufela entlango.”+ Ngoko akusalanga namnye kubo ngaphandle koKalebhi unyana kaYefune noYoshuwa unyana kaNun.+ Numeri 32:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ngaphandle kukaKalebhi+ unyana kaYefune umKenizi noYoshuwa+ unyana kaNun, kuba bemlandele ngokupheleleyo uYehova bona.’ Duteronomi 1:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 ngaphandle kukaKalebhi unyana kaYefune.+ Uya kulibona yena, ndiya kulinika yena noonyana bakhe ilizwe awanyathela phezu kwalo, ngenxa yokuba emlandele ngokupheleleyo uYehova.+ Yoshuwa 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko oonyana bakaYuda baya kuYoshuwa eGiligali,+ yaye uKalebhi+ unyana kaYefune umKenizi+ wathi kuye: “Wena ulazi kakuhle ilizwi awalithethayo uYehova+ kuMoses umntu kaTHIXO oyinyaniso+ ngokubhekisele kum nangokubhekisele kuwe eKadeshe-bharneya.+
30 Ke nina, aniyi kungena ezweni endaliphakamisela isandla sam+ ndifunga ukuba ndinihlalise kulo, ngaphandle kukaKalebhi unyana kaYefune noYoshuwa unyana kaNun.+
65 Ngokuba uYehova wayethe ngabo: “Ngokuqinisekileyo baya kufela entlango.”+ Ngoko akusalanga namnye kubo ngaphandle koKalebhi unyana kaYefune noYoshuwa unyana kaNun.+
12 ngaphandle kukaKalebhi+ unyana kaYefune umKenizi noYoshuwa+ unyana kaNun, kuba bemlandele ngokupheleleyo uYehova bona.’
36 ngaphandle kukaKalebhi unyana kaYefune.+ Uya kulibona yena, ndiya kulinika yena noonyana bakhe ilizwe awanyathela phezu kwalo, ngenxa yokuba emlandele ngokupheleleyo uYehova.+
6 Ngoko oonyana bakaYuda baya kuYoshuwa eGiligali,+ yaye uKalebhi+ unyana kaYefune umKenizi+ wathi kuye: “Wena ulazi kakuhle ilizwi awalithethayo uYehova+ kuMoses umntu kaTHIXO oyinyaniso+ ngokubhekisele kum nangokubhekisele kuwe eKadeshe-bharneya.+