Duteronomi 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Eneneni uYehova uThixo wakho wozinikela kuwe, aziphanzise ngophanziso olukhulu, zide zibhujiswe.+ 2 Kronike 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UAsa nabantu ababenaye bawasukela baya kufikelela eGerare,+ yaye abo baseTiyopiya baqhubeka besiwa de akwabakho uphilayo kubo; kuba baqotywa phambi koYehova+ naphambi kwenkampu yakhe.+ Emva koko bathabatha amaxhoba amaninzi kakhulu.+ Hebhere 11:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 baphelisa amandla omlilo,+ basinda kuhlangothi lwekrele,+ bathi bekwimo yobuthathaka basuka benziwa baba namandla,+ baba nobukroti emfazweni,+ baphanzisa imikhosi yabasemzini.+
13 UAsa nabantu ababenaye bawasukela baya kufikelela eGerare,+ yaye abo baseTiyopiya baqhubeka besiwa de akwabakho uphilayo kubo; kuba baqotywa phambi koYehova+ naphambi kwenkampu yakhe.+ Emva koko bathabatha amaxhoba amaninzi kakhulu.+
34 baphelisa amandla omlilo,+ basinda kuhlangothi lwekrele,+ bathi bekwimo yobuthathaka basuka benziwa baba namandla,+ baba nobukroti emfazweni,+ baphanzisa imikhosi yabasemzini.+