Duteronomi 28:64 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 64 “Uya kunichithachitha ngokuqinisekileyo uYehova phakathi kwezizwana zonke ukususela esiphelweni somhlaba kuse esiphelweni somhlaba,+ ukhonze thixo bambi khona ongabazanga, wena nookhokho bakho, abenziwe ngomthi nangelitye.+ Isaya 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuya kuthi ngaloo mini uYehova kwakhona anikele isandla sakhe, isihlandlo sesibini,+ ukuze azuze intsalela yabantu bakhe abaya kusala eAsiriya+ naseYiputa+ nasePatrosi+ nakwaKushe+ nakwaElam+ naseShinare+ naseHamati nakwiziqithi zolwandle.+ Zefaniya 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngelo xesha ndiya kunizisa, kanye ngexesha lokuniqokelela kwam ndawonye. Kuba ndiya kunenza nibe ligama nendumiso phakathi kwezizwana zonke zomhlaba, ekubabuyiseni kwam abathinjiweyo benu phambi kwamehlo enu,” utsho uYehova.+ Zekariya 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Yabonani, ndiyabasindisa abantu bam kwilizwe lasempumalanga nakwilizwe lasentshonalanga.+
64 “Uya kunichithachitha ngokuqinisekileyo uYehova phakathi kwezizwana zonke ukususela esiphelweni somhlaba kuse esiphelweni somhlaba,+ ukhonze thixo bambi khona ongabazanga, wena nookhokho bakho, abenziwe ngomthi nangelitye.+
11 Kuya kuthi ngaloo mini uYehova kwakhona anikele isandla sakhe, isihlandlo sesibini,+ ukuze azuze intsalela yabantu bakhe abaya kusala eAsiriya+ naseYiputa+ nasePatrosi+ nakwaKushe+ nakwaElam+ naseShinare+ naseHamati nakwiziqithi zolwandle.+
20 Ngelo xesha ndiya kunizisa, kanye ngexesha lokuniqokelela kwam ndawonye. Kuba ndiya kunenza nibe ligama nendumiso phakathi kwezizwana zonke zomhlaba, ekubabuyiseni kwam abathinjiweyo benu phambi kwamehlo enu,” utsho uYehova.+
7 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Yabonani, ndiyabasindisa abantu bam kwilizwe lasempumalanga nakwilizwe lasentshonalanga.+