Yoshuwa 10:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Yaye uYoshuwa wathi kubo: “Musani ukoyika okanye ninkwantye.+ Yibani nesibindi nomelele, kuba uya kwenjenje uYehova kuzo zonke iintshaba zenu enilwa imfazwe nazo.”+ Efese 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Okokugqibela, qhubekani nizuza amandla+ eNkosini nasekomeleleni+ kwayo.
25 Yaye uYoshuwa wathi kubo: “Musani ukoyika okanye ninkwantye.+ Yibani nesibindi nomelele, kuba uya kwenjenje uYehova kuzo zonke iintshaba zenu enilwa imfazwe nazo.”+