Duteronomi 31:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 wathi kuye: “Ndinekhulu elinamashumi mabini eminyaka ubudala namhlanje.+ Andisayi kuphinda ndivunyelwe ukuba ndiphume ndingena,+ njengoko uYehova ethe kum, ‘Akusayi kuyiwela le Yordan.’+ IZenzo 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “Ke kaloku kwakuzaliseka ixesha lonyaka wakhe wamashumi amane, kwafika entliziyweni yakhe ukuya kuvelela abazalwana bakhe, oonyana bakaSirayeli.+ IZenzo 7:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “Yaye kwakuzaliseka iminyaka engamashumi amane, kwabonakala kuye kwintlango yeNtaba yeSinayi ingelosi kwidangatye lomlilo kwityholo elinameva.+ IZenzo 7:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Yena wabakhokelela ngaphandle+ emva kokwenza imihlola nemiqondiso eYiputa+ nakuLwandle Olubomvu+ nasentlango kangangeminyaka engamashumi amane.+
2 wathi kuye: “Ndinekhulu elinamashumi mabini eminyaka ubudala namhlanje.+ Andisayi kuphinda ndivunyelwe ukuba ndiphume ndingena,+ njengoko uYehova ethe kum, ‘Akusayi kuyiwela le Yordan.’+
23 “Ke kaloku kwakuzaliseka ixesha lonyaka wakhe wamashumi amane, kwafika entliziyweni yakhe ukuya kuvelela abazalwana bakhe, oonyana bakaSirayeli.+
30 “Yaye kwakuzaliseka iminyaka engamashumi amane, kwabonakala kuye kwintlango yeNtaba yeSinayi ingelosi kwidangatye lomlilo kwityholo elinameva.+
36 Yena wabakhokelela ngaphandle+ emva kokwenza imihlola nemiqondiso eYiputa+ nakuLwandle Olubomvu+ nasentlango kangangeminyaka engamashumi amane.+