Eksodus 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ke ukubonakala kobuqaqawuli bukaYehova emehlweni oonyana bakaSirayeli kwaye kunjengomlilo odlayo+ encotsheni yentaba. Duteronomi 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wazi kakuhle ke namhla ukuba uYehova uThixo wakho uwela phambi kwakho.+ Ungumlilo odlayo.+ Uya kubabhubhisa,+ aboyise phambi kwakho; ubahluthe ilizwe labo yaye ubatshabalalise ngokukhawuleza, kanye njengoko ethethile uYehova kuwe.+ Hebhere 12:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kuba uThixo wethu ukwangumlilo odlayo.+
17 Ke ukubonakala kobuqaqawuli bukaYehova emehlweni oonyana bakaSirayeli kwaye kunjengomlilo odlayo+ encotsheni yentaba.
3 Wazi kakuhle ke namhla ukuba uYehova uThixo wakho uwela phambi kwakho.+ Ungumlilo odlayo.+ Uya kubabhubhisa,+ aboyise phambi kwakho; ubahluthe ilizwe labo yaye ubatshabalalise ngokukhawuleza, kanye njengoko ethethile uYehova kuwe.+