Duteronomi 10:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba uYehova uThixo wenu nguTHIXO woothixo+ neNKOSI yeenkosi,+ nguTHIXO omkhulu, onamandla nowoyikekayo,+ ongakhethi buso+ nongamkeli sinyobo,+ Roma 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba akukho kukhetha buso kuThixo.+ Efese 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Nani zinkosi, qhubekani nisenza okufanayo kuwo, niyeke ukusongela,+ kuba niyazi ukuba iNkosi yawo kunye nani+ isemazulwini, yaye akukho kukhetha buso+ kuyo.
17 Kuba uYehova uThixo wenu nguTHIXO woothixo+ neNKOSI yeenkosi,+ nguTHIXO omkhulu, onamandla nowoyikekayo,+ ongakhethi buso+ nongamkeli sinyobo,+
9 Nani zinkosi, qhubekani nisenza okufanayo kuwo, niyeke ukusongela,+ kuba niyazi ukuba iNkosi yawo kunye nani+ isemazulwini, yaye akukho kukhetha buso+ kuyo.