Duteronomi 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Ke kaloku, Sirayeli, yiphulaphule imimiselo nezigwebo endinifundisa zona ukuba nizenze, ukuze niphile,+ ningene nilidle ilifa ilizwe enilinikwa nguYehova uTHIXO wookhokho benu. Luka 10:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Wathi kuye: “Uphendule ngokuchanileyo; ‘hlala usenza oko yaye uya kufumana ubomi.’”+ Galati 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke kaloku uMthetho lo wona awubambeleli lukholweni, kodwa “lowo uzenzayo ezo zinto uya kuphila ngazo.”+
4 “Ke kaloku, Sirayeli, yiphulaphule imimiselo nezigwebo endinifundisa zona ukuba nizenze, ukuze niphile,+ ningene nilidle ilifa ilizwe enilinikwa nguYehova uTHIXO wookhokho benu.
12 Ke kaloku uMthetho lo wona awubambeleli lukholweni, kodwa “lowo uzenzayo ezo zinto uya kuphila ngazo.”+