Genesis 13:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kuba lonke elo lizwe ukhangele kulo, ndolinika wena nembewu yakho ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Genesis 15:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngolo suku uYehova wenza umnqophiso noAbram,+ esithi: “Imbewu yakho ndiya kuyinika eli lizwe,+ ukususela kumlambo waseYiputa kuse kumlambo omkhulu, umlambo umEfrate:+ Genesis 26:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Hlala njengomphambukeli kwilizwe elo,+ yaye ndiya kuba nawe ndize ndikusikelele, ngokuba ndiya kuwanika wena nembewu yakho onke la mazwe,+ ndisiphumeze isifungo endasifungayo kuAbraham uyihlo,+ Genesis 28:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaye uya kukunika intsikelelo ka-Abraham,+ wena nembewu yakho ndawonye nawe,+ ukuze ulidle ilifa ilizwe ophambukele kulo,+ elo uThixo amnike lona uAbraham.”+
15 kuba lonke elo lizwe ukhangele kulo, ndolinika wena nembewu yakho ukusa kwixesha elingenammiselo.+
18 Ngolo suku uYehova wenza umnqophiso noAbram,+ esithi: “Imbewu yakho ndiya kuyinika eli lizwe,+ ukususela kumlambo waseYiputa kuse kumlambo omkhulu, umlambo umEfrate:+
3 Hlala njengomphambukeli kwilizwe elo,+ yaye ndiya kuba nawe ndize ndikusikelele, ngokuba ndiya kuwanika wena nembewu yakho onke la mazwe,+ ndisiphumeze isifungo endasifungayo kuAbraham uyihlo,+
4 Kwaye uya kukunika intsikelelo ka-Abraham,+ wena nembewu yakho ndawonye nawe,+ ukuze ulidle ilifa ilizwe ophambukele kulo,+ elo uThixo amnike lona uAbraham.”+