Duteronomi 4:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ukuba uthe wamfuna uYehova uThixo wakho apho, uya kumfumana ngokuqinisekileyo,+ ngokuba uya kumfuna ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke.+ Duteronomi 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke+ nangomphefumlo wakho wonke+ nangamandla akho onke.+ Duteronomi 11:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Ukuba nithe nayithobela ngenyameko imiyalelo yam+ endiniyalela yona namhlanje yokuba nimthande uYehova uThixo wenu nize nimkhonze ngentliziyo yenu yonke nangomphefumlo wenu wonke,+ Marko 12:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela nangomphefumlo wakho uphela nangengqondo yakho iphela nangamandla akho ephela.’+
29 “Ukuba uthe wamfuna uYehova uThixo wakho apho, uya kumfumana ngokuqinisekileyo,+ ngokuba uya kumfuna ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke.+
5 Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke+ nangomphefumlo wakho wonke+ nangamandla akho onke.+
13 “Ukuba nithe nayithobela ngenyameko imiyalelo yam+ endiniyalela yona namhlanje yokuba nimthande uYehova uThixo wenu nize nimkhonze ngentliziyo yenu yonke nangomphefumlo wenu wonke,+
30 uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela nangomphefumlo wakho uphela nangengqondo yakho iphela nangamandla akho ephela.’+