Duteronomi 20:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kuba uYehova uThixo wenu uhamba nani ukuba anilwele kwiintshaba zenu, anisindise.’+ Yoshuwa 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye ayikho imini eyaba njengaleyo, nokuba kuphambi kwayo okanye emva kwayo, ukuba uYehova aphulaphule ilizwi lomntu,+ kuba uYehova ngokwakhe wayemlwela uSirayeli.+ Yoshuwa 10:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Waza uYoshuwa wabathimba bonke aba kumkani nelizwe labo ngaxa linye,+ ngenxa yokuba yayinguYehova uTHIXO kaSirayeli owayelwela uSirayeli.+ INdumiso 44:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba abazange balidle ilifa ilizwe ngenxa yekrele labo,+Yaye babengasindiswanga yingalo yabo.+Kuba kwakungesandla sakho sokunene nengalo yakho+ nokukhanya kobuso bakho,Kuba wakholiswa ngabo.+
14 Yaye ayikho imini eyaba njengaleyo, nokuba kuphambi kwayo okanye emva kwayo, ukuba uYehova aphulaphule ilizwi lomntu,+ kuba uYehova ngokwakhe wayemlwela uSirayeli.+
42 Waza uYoshuwa wabathimba bonke aba kumkani nelizwe labo ngaxa linye,+ ngenxa yokuba yayinguYehova uTHIXO kaSirayeli owayelwela uSirayeli.+
3 Kuba abazange balidle ilifa ilizwe ngenxa yekrele labo,+Yaye babengasindiswanga yingalo yabo.+Kuba kwakungesandla sakho sokunene nengalo yakho+ nokukhanya kobuso bakho,Kuba wakholiswa ngabo.+