Yoshuwa 24:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye uYoshuwa wahlabela mgama wathi kubo bonke abantu: “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Kwixesha lakudala ookhokho benu+ babehlala ngaphesheya koMlambo,+ uTera uyise ka-Abraham noyise kaNahore,+ kwaye babekhonza abanye oothixo.
2 Kwaye uYoshuwa wahlabela mgama wathi kubo bonke abantu: “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Kwixesha lakudala ookhokho benu+ babehlala ngaphesheya koMlambo,+ uTera uyise ka-Abraham noyise kaNahore,+ kwaye babekhonza abanye oothixo.