Yeremiya 32:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 ocebo likhulu+ nozenzo zininzi,+ wena omehlo avulekileyo phezu kweendlela zonke zoonyana babantu,+ ukuze unike ngamnye ngokweendlela zakhe nangokwesiqhamo sezenzo zakhe;+ Hebhere 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+
19 ocebo likhulu+ nozenzo zininzi,+ wena omehlo avulekileyo phezu kweendlela zonke zoonyana babantu,+ ukuze unike ngamnye ngokweendlela zakhe nangokwesiqhamo sezenzo zakhe;+
13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+