Yoshuwa 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye umele wenze kwiAyi nakukumkani wayo kanye njengoko wenzayo kwiYeriko nakukumkani wayo.+ Kuphela nje ninokuwaphanga wona amaxhoba ayo nezilwanyana zayo zasekhaya.+ Bekani abantu basilalele isixeko ngasemva.”+
2 Yaye umele wenze kwiAyi nakukumkani wayo kanye njengoko wenzayo kwiYeriko nakukumkani wayo.+ Kuphela nje ninokuwaphanga wona amaxhoba ayo nezilwanyana zayo zasekhaya.+ Bekani abantu basilalele isixeko ngasemva.”+