Numeri 21:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngoko uSirayeli wazithabatha zonke ezi zixeko, waza wahlala uSirayeli ezixekweni zonke zama-Amori,+ eHeshbhon+ nakwiidolophu zonke eziphantsi kwayo.
25 Ngoko uSirayeli wazithabatha zonke ezi zixeko, waza wahlala uSirayeli ezixekweni zonke zama-Amori,+ eHeshbhon+ nakwiidolophu zonke eziphantsi kwayo.