Duteronomi 7:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Yaye ngokuqinisekileyo ookumkani bazo uya kubanikela esandleni sakho,+ uwatshabalalise amagama abo phantsi kwamazulu.+ Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo ngokuchasene nawe,+ ude uzitshabalalise zona.+ Duteronomi 11:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Akukho mntu uya kumelana ngokuqinileyo nani.+ UYehova uThixo wenu uya kubenza bankwantye nini yaye banoyike bonke abasezweni+ eniya kunyathela kulo, kanye njengoko enithembisile. Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+
24 Yaye ngokuqinisekileyo ookumkani bazo uya kubanikela esandleni sakho,+ uwatshabalalise amagama abo phantsi kwamazulu.+ Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo ngokuchasene nawe,+ ude uzitshabalalise zona.+
25 Akukho mntu uya kumelana ngokuqinileyo nani.+ UYehova uThixo wenu uya kubenza bankwantye nini yaye banoyike bonke abasezweni+ eniya kunyathela kulo, kanye njengoko enithembisile.