ABagwebi 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli.+ Wonke ke ubani, wayesenza oko kwakulungile kwawakhe amehlo.+ ABagwebi 18:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli.+ Yaye ngaloo mihla isizwe samaDan+ sasizifunela ilifa ukuze sihlale kulo; ngenxa yokuba kude kube ngaloo mini sasingazange siwelwe lilifa phakathi kwezizwe zakwaSirayeli.+ ABagwebi 21:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli.+ Ngamnye wayesenza oko kulungileyo emehlweni akhe.+ 1 Samuweli 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ekuhambeni kwexesha amadoda amakhulu akwaSirayeli+ aqokelelana ndawonye aza eza kuSamuweli eRama 1 Samuweli 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 athi kuye: “Khangela! Wena umdala, kodwa oonyana bakho abahambanga ngeendlela zakho. Ke kaloku simisele ukumkani+ abe ngumgwebi phezu kwethu njengazo zonke iintlanga.”
6 Ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli.+ Wonke ke ubani, wayesenza oko kwakulungile kwawakhe amehlo.+
18 Ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli.+ Yaye ngaloo mihla isizwe samaDan+ sasizifunela ilifa ukuze sihlale kulo; ngenxa yokuba kude kube ngaloo mini sasingazange siwelwe lilifa phakathi kwezizwe zakwaSirayeli.+
5 athi kuye: “Khangela! Wena umdala, kodwa oonyana bakho abahambanga ngeendlela zakho. Ke kaloku simisele ukumkani+ abe ngumgwebi phezu kwethu njengazo zonke iintlanga.”