IMizekeliso 15:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Intliziyo yelungisa iyayicamngca impendulo,+ kodwa umlomo wabangendawo umpompoza izinto ezimbi.+ Filipi 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ningenzi nanye into ngokusukuzana+ okanye ngokuzigwagwisa,+ kodwa ngokuthobeka kwengqondo, nibagqala abanye njengabongamileyo+ kunani, 2 Timoti 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kodwa ikhoboka leNkosi akufuneki lilwe,+ kunoko kufuneka lithantamise kubo bonke,+ likufanelekele ukufundisa,+ linyamezela ububi,+
3 ningenzi nanye into ngokusukuzana+ okanye ngokuzigwagwisa,+ kodwa ngokuthobeka kwengqondo, nibagqala abanye njengabongamileyo+ kunani,
24 Kodwa ikhoboka leNkosi akufuneki lilwe,+ kunoko kufuneka lithantamise kubo bonke,+ likufanelekele ukufundisa,+ linyamezela ububi,+