Eksodus 15:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 UYehova uya kulawula njengokumkani ixesha elingenammiselo, kude kube ngonaphakade.+ 1 Samuweli 10:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa nina—namhlanje nimgatyile uThixo wenu+ owayengumsindisi wenu kubo bonke ububi benu nokubandezeleka kwenu, naza naqhubeka nathi: “Hayi, kodwa ufanele ubeke ukumkani phezu kwethu.” Ke kaloku zimiseni phambi koYehova ngokwezizwe zenu+ nangokwamawaka enu.’” INdumiso 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 UYehova nguKumkani kuse kwixesha elingenammiselo, nangonaphakade.+Iintlanga zitshabalele emhlabeni wakhe.+ INdumiso 29:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UYehova uhleli phezu konogumbe;+Yaye uYehova uhleli njengokumkani ukusa kwixesha elingenammiselo.+ INdumiso 146:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UYehova uya kuba ngukumkani ukusa kwixesha elingenammiselo,+UThixo wakho, Ziyon, kwizizukulwana ngezizukulwana.+Dumisani uYa!+ Isaya 33:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba uYehova nguMgwebi wethu,+ uYehova nguMmisi-mthetho wethu,+ uYehova nguKumkani wethu;+ yena uya kusisindisa.+ Isaya 43:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 NdinguYehova Lowo Ungcwele wenu,+ uMdali kaSirayeli,+ uKumkani wenu.”+ Daniyeli 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Hayi indlela ezuke ngayo imiqondiso yakhe, yaye hayi indlela enamandla ngayo imimangaliso yakhe!+ Ubukumkani bakhe bubukumkani ukusa kwixesha elingenammiselo,+ nolawulo lwakhe lukwizizukulwana ngezizukulwana.+
19 Kodwa nina—namhlanje nimgatyile uThixo wenu+ owayengumsindisi wenu kubo bonke ububi benu nokubandezeleka kwenu, naza naqhubeka nathi: “Hayi, kodwa ufanele ubeke ukumkani phezu kwethu.” Ke kaloku zimiseni phambi koYehova ngokwezizwe zenu+ nangokwamawaka enu.’”
16 UYehova nguKumkani kuse kwixesha elingenammiselo, nangonaphakade.+Iintlanga zitshabalele emhlabeni wakhe.+
10 UYehova uhleli phezu konogumbe;+Yaye uYehova uhleli njengokumkani ukusa kwixesha elingenammiselo.+
10 UYehova uya kuba ngukumkani ukusa kwixesha elingenammiselo,+UThixo wakho, Ziyon, kwizizukulwana ngezizukulwana.+Dumisani uYa!+
22 Kuba uYehova nguMgwebi wethu,+ uYehova nguMmisi-mthetho wethu,+ uYehova nguKumkani wethu;+ yena uya kusisindisa.+
3 Hayi indlela ezuke ngayo imiqondiso yakhe, yaye hayi indlela enamandla ngayo imimangaliso yakhe!+ Ubukumkani bakhe bubukumkani ukusa kwixesha elingenammiselo,+ nolawulo lwakhe lukwizizukulwana ngezizukulwana.+