Genesis 43:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Bathi: “Ubawo, umkhonzi wakho, uphilile. Usadla ubomi.” Bandula ke bathoba baqubuda.+ 1 Samuweli 24:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko uDavide wesuka emva koko waphuma emqolombeni waza wamemeza kuSawule, esithi: “Nkosi yam+ kumkani!” USawule wakhangela emva kwakhe, waza uDavide wathoba ngobuso bakhe emhlabeni+ waqubuda. 1 Samuweli 25:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Xa uAbhigali wabona uDavide, kwaoko wangxama wehla e-esileni, wawa ngobuso phambi koDavide waza waqubuda+ emhlabeni. 2 Samuweli 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Akungena ke kuDavide uMefibhoshete unyana kaYonatan unyana kaSawule, kwaoko wawa ngobuso waza waqubuda.+ Wandula ke uDavide wathi: “Mefibhoshete!” yena ke wathi koko: “Nguye lo umkhonzi wakho.”
8 Ngoko uDavide wesuka emva koko waphuma emqolombeni waza wamemeza kuSawule, esithi: “Nkosi yam+ kumkani!” USawule wakhangela emva kwakhe, waza uDavide wathoba ngobuso bakhe emhlabeni+ waqubuda.
23 Xa uAbhigali wabona uDavide, kwaoko wangxama wehla e-esileni, wawa ngobuso phambi koDavide waza waqubuda+ emhlabeni.
6 Akungena ke kuDavide uMefibhoshete unyana kaYonatan unyana kaSawule, kwaoko wawa ngobuso waza waqubuda.+ Wandula ke uDavide wathi: “Mefibhoshete!” yena ke wathi koko: “Nguye lo umkhonzi wakho.”