Genesis 29:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uthe akuyiva uLabhan le ngxelo engoYakobi unyana wodade wabo, wabaleka ukuya kumhlangabeza.+ Wafika wamwola waza wamanga, wamzisa endlwini yakhe.+ Yena ke wambalisela uLabhan zonke ezi zinto. Genesis 45:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wabanga bonke abantakwabo waza walilela kubo,+ baza emva koko abantakwabo bathetha naye. 1 Samuweli 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wandula ke uSamuweli wathabatha iselwa+ leoli wayigalela entlokweni yakhe, wamanga+ waza wathi: “UYehova akakuthambisanga na ukuba ube yinkokeli+ phezu kwelifa lakhe?+ 2 Samuweli 19:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ke kaloku bayiwela bonke abantu iYordan, nokumkani ngokwakhe wawela; kodwa ukumkani wamanga+ uBharzilayi waza wamsikelela,+ kwathi emva koko wabuyela yena endaweni yakhe. IZenzo 20:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Eneneni, balila kakhulu bonke, yaye bawela entanyeni kaPawulos+ baza bamanga,+
13 Uthe akuyiva uLabhan le ngxelo engoYakobi unyana wodade wabo, wabaleka ukuya kumhlangabeza.+ Wafika wamwola waza wamanga, wamzisa endlwini yakhe.+ Yena ke wambalisela uLabhan zonke ezi zinto.
10 Wandula ke uSamuweli wathabatha iselwa+ leoli wayigalela entlokweni yakhe, wamanga+ waza wathi: “UYehova akakuthambisanga na ukuba ube yinkokeli+ phezu kwelifa lakhe?+
39 Ke kaloku bayiwela bonke abantu iYordan, nokumkani ngokwakhe wawela; kodwa ukumkani wamanga+ uBharzilayi waza wamsikelela,+ kwathi emva koko wabuyela yena endaweni yakhe.