Genesis 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye ndiya kubasikelela abo bakusikelelayo, ndize ndimqalekise lowo ukuqalekisayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngawe zonke iintsapho zasemhlabeni.”+ Zekariya 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Emva kozuko+ olo undithumele ezintlangeni ezaziniphanga;+ kuba ochukumisa nina+ uchukumisa ukhozo lweliso lam.+
3 Yaye ndiya kubasikelela abo bakusikelelayo, ndize ndimqalekise lowo ukuqalekisayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngawe zonke iintsapho zasemhlabeni.”+
8 Kuba utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Emva kozuko+ olo undithumele ezintlangeni ezaziniphanga;+ kuba ochukumisa nina+ uchukumisa ukhozo lweliso lam.+