Numeri 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ufanele ummisele uAron noonyana bakhe, yaye bamele babunyamekele ububingeleli babo;+ kwaye nabani na ongowasemzini osondelayo makabulawe.”+ Duteronomi 33:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Mabamyalele uYakobi ngemimiselo yakho+NoSirayeli ngomthetho wakho.+Mababeke isiqhumiso emathatheni akho+Nomnikelo opheleleyo esibingelelweni sakho.+ Malaki 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba imilebe yombingeleli ifanele igcine ukwazi, nomthetho bafanele bawufune emlonyeni wakhe abantu;+ kuba ungumthunywa kaYehova wemikhosi.+
10 Ufanele ummisele uAron noonyana bakhe, yaye bamele babunyamekele ububingeleli babo;+ kwaye nabani na ongowasemzini osondelayo makabulawe.”+
10 Mabamyalele uYakobi ngemimiselo yakho+NoSirayeli ngomthetho wakho.+Mababeke isiqhumiso emathatheni akho+Nomnikelo opheleleyo esibingelelweni sakho.+
7 Kuba imilebe yombingeleli ifanele igcine ukwazi, nomthetho bafanele bawufune emlonyeni wakhe abantu;+ kuba ungumthunywa kaYehova wemikhosi.+