INdumiso 91:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba iingelosi zakhe uya kuzinika umyalelo ngawe,+Ukuba zikulinde ezindleleni zakho zonke.+ INdumiso 97:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nina nithanda uYehova,+ kuthiyeni okubi.+Uyayilinda imiphefumlo yabanyanisekileyo bakhe;+Uyabahlangula esandleni sabangendawo.+ INdumiso 121:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Akunakwenzeka ukuba avumele unyawo lwakho lutyibilike.+Akunakwenzeka ukuba Lowo ukulindileyo ozele.+ IMizekeliso 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 ngokugcina umendo womgwebo,+ kwaye uya kuyigcina indlela yabanyanisekileyo bakhe.+ Luka 1:79 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 79 ukuba kunikele ukukhanya kwabo bahleli ebumnyameni nasethunzini lokufa,+ ukwalathisa ngokuphumelelayo iinyawo zethu kwindlela yoxolo.”
10 Nina nithanda uYehova,+ kuthiyeni okubi.+Uyayilinda imiphefumlo yabanyanisekileyo bakhe;+Uyabahlangula esandleni sabangendawo.+
3 Akunakwenzeka ukuba avumele unyawo lwakho lutyibilike.+Akunakwenzeka ukuba Lowo ukulindileyo ozele.+
79 ukuba kunikele ukukhanya kwabo bahleli ebumnyameni nasethunzini lokufa,+ ukwalathisa ngokuphumelelayo iinyawo zethu kwindlela yoxolo.”